Ndaphakamisa nje intloko, ndabona ukuba li uphambili naba basemva kwakhe andibazi. Ndaphinda ndaqubuda ephepheni. Ndithe sendiqala kwakhona ukubhala, kwabuya kwee qatha nto: eziya zisini ndizithe tshe ngasemva ngathi ndiyazazi; kungathiwa ndinekratshi, makhe ndiphinde ndijonge! …